Home Page »  B »  Bongeziwe Mabandla
   

Zange Lyrics


Bongeziwe Mabandla Zange

[Indinyana 1]
Ekuqaleni kwakunzima ukuk'xelela
Kodwa emva kwexesha ndaqonda ukuba ndizincame
Wayinciba yonke intliziyo yami
Xa undixelela ukuba nawe uyandithanda

[Chorus]
Zange, zange, zange ndaphinde ndafana
Ndaba ngomunye umuntu ukusukela oko
Zange, zange, zange ndaphinde ndafana
Ndaba ngomuny' umuntu ukusukela oko

[Post-Chorus]
Hlale ndiyicinga
Hlale ndiyicinga
Hlale ndiyicinga
Hlale ndiyicinga

[Indinyana 2]
Phambi kok'ba ufike
Ndandingayazi ukuba ndothini
Ngoba ndandinesidingo isidingo sothando
Ndayangwa nguwe, mna ndade ndaphila
Khona undibonisa ukuba nyani uyandithanda

[Chorus]
Zange, zange, zange ndaphinde ndafana
Ndaba ngomunye umuntu ukusukela oko
Zange, zange, zange ndaphinde ndafana
Ndaba ngomuny' umuntu ukusukela oko

[Post-Chorus]
Hlale ndiyicinga
Hlale ndiyicinga
Hlale ndiyicinga
Hlale ndiyicinga
Most Read Bongeziwe Mabandla Lyrics


from streaming to the stage: how music discovery is changing concert culture
From Streaming To The Stage: How Music Discovery Is Changing Concert Culture
Sasha Mednikova - 28 Aug 2026
behind the curtains: the logistical nightmare of stadium tours
Behind The Curtains: The Logistical Nightmare Of Stadium Tours
Chris Page - 17 Aug 2026
post malone to perform at 2026 fifa world cup closing ceremony
Post Malone To Perform At 2026 Fifa World Cup Closing Ceremony
Faith Thompson - 14 Jul 2026
music, tours, and motherhood: how rihanna stays connected on the road
Music, Tours, And Motherhood: How Rihanna Stays Connected On The Road
Evren E. - 29 Jun 2026
tom holland marries zendaya in a private wedding ceremony
Tom Holland Marries Zendaya In A Private Wedding Ceremony
Sasha Mednikova - 16 Jun 2026
Browse: