Home Page »  B »  Bongeziwe Mabandla
   

Ndokulandela Lyrics


Bongeziwe Mabandla Ndokulandela

[Indinyana 1]
Phambi kwabantu bonke, mina ndiyafunga
Uba bom' endibuphila, ndibushiya emva
Lemini isisi'phawulo, iyah ndiyazazisa
Andisenguye mna lo ndandinguye

[Chorus]
Ndokulandela, wena
Noma wena uyaphi na
Ndokuhamba nawe
Zonke imini zobomi bam

Ndokulandela, wena
Noma wena uyaphi na
Ndokuhamba nawe
Zonke imini zo bo...
Zobomi bam', zobomi bam'
Zobomi bam', zobomi bam'

[Indinyana 2]
Nhliziyo yami yonke
Ndiyibeka phambi kwakho
Andisenawo, wona amandla
Ndincede bawo
Uzundamukele, uyikhombe indlela
Ukuze ndihambe
[Chorus]
Ndokulandela, wena
Noma wena uyaphi na
Ndokuhamba nawe
Zonke imini zobomi bam

Ndokulandela, wena
Noma wena uyaphi na
Ndokuhamba nawe
Zonke imini zo bo...
Zobomi bam', zobomi bam'
Zobomi bam', zobomi bam'

[Bridge]
Izwe lingangijekela
Bantu bangiflathele
Mna andijiki ndoku...
Ndokulandela

[Chorus]
Ndokulandela, wena
Noma wena uyaphi na
Ndokuhamba nawe
Zonke imini zobomi bam

Ndokulandela, wena
Noma wena uyaphi na
Ndokuhamba nawe
Zonke imini zobomi bam
Ndokulandela, wena
Noma wena uyaphi na
Ndokuhamba nawe
Zonke imini zo bo...
Zobomi bam', zobomi bam'
Zobomi bam', zobomi bam'
Most Read Bongeziwe Mabandla Lyrics
» Zange


post malone to perform at 2026 fifa world cup closing ceremony
Post Malone To Perform At 2026 Fifa World Cup Closing Ceremony
Faith Thompson - 14 Jul 2026
music, tours, and motherhood: how rihanna stays connected on the road
Music, Tours, And Motherhood: How Rihanna Stays Connected On The Road
Evren E. - 29 Jun 2026
tom holland marries zendaya in a private wedding ceremony
Tom Holland Marries Zendaya In A Private Wedding Ceremony
Sasha Mednikova - 16 Jun 2026
the new hitmakers: how social media is rewriting the rules of music discovery
The New Hitmakers: How Social Media Is Rewriting The Rules Of Music Discovery
Chris Page - 05 Jun 2026
katy perry brings massive free concert to mexico fenapo festival
Katy Perry Brings Massive Free Concert To Mexico Fenapo Festival
Faith Thompson - 27 May 2026
Browse: