Home Page »  S »  Simphiwe Dana
   

Bantu Biko Street Lyrics


Simphiwe Dana Bantu Biko Street


Noba esisipaji
Singenayw' imali
Ndosiphatha xa ndihamb' eBantu Biko Street
Wathi qala ngaphakathi
Noba esisiqhova
Singenasidima
Ndosithwala dade
Andinakuxelelwa
Ngugi wandifundisa
Andinayw' imali
Yokuthenga zonke
(Ezazizezam azikhw' eZazulwana)
Kodwa ndakuthusa
Xa kuthiwa makuyiwe
(Kudala ndiw' gangatha kuphil' akuthengwa)
Akuthengwa
(Kuphil' akuthengwa)
Yintoni leyo
(Kuphil' akuthengwa)
Khuza wena
Asinakuyazi, hayi isimanga
Nawe Mongameli
Xa ubon' abantu bakho
(Unqandwa yintoni ungaphilis' isizwe)
Wena Mongameli
Fundis' abantwana bethu
(Nants' intw' esay' lwela ungathi ulibele)
Sihamba nzima
(Sihamba nzima)
Siyazama
(Sihamba nzima)
Khuza wena
(Ngathi sowubon' indifanele le ndawo)
()
Sizwe esimnyama
Soya njalo phambili
(Soya njalo phambili xa sime sibanye)
Sizwe esintsundu
Ungayek' ukukhathala
(Kungaba kuphelile xa ungakhathali)
Wawukhona
(Wawukhona)
Besithathela konke
(Wawukhona)
Sakhal' inyembezi
(Thina sobabini sivela eGolgotha)
Emaphupheni nasezitoyitoyini
(Singa singahlala siyikhangela ihambo)
Ezingcingeni nasezinkonzweni
(Siyakuzinceda siyikhangele ihambo)
Hamba njalo
(Hamba njalo)
Sukoyika
(Hamba njalo)
Ngoba kufanele
Zincede khawuleza lingekatshon' ilanga
()
end...
Composer and Author:
SIMPHIWE DANA
2007

Most Read Simphiwe Dana Lyrics
» Ilolo
» Madiba
» Sabela
» Nzinga


from streaming to the stage: how music discovery is changing concert culture
From Streaming To The Stage: How Music Discovery Is Changing Concert Culture
Sasha Mednikova - 28 Aug 2026
behind the curtains: the logistical nightmare of stadium tours
Behind The Curtains: The Logistical Nightmare Of Stadium Tours
Chris Page - 17 Aug 2026
post malone to perform at 2026 fifa world cup closing ceremony
Post Malone To Perform At 2026 Fifa World Cup Closing Ceremony
Faith Thompson - 14 Jul 2026
music, tours, and motherhood: how rihanna stays connected on the road
Music, Tours, And Motherhood: How Rihanna Stays Connected On The Road
Evren E. - 29 Jun 2026
tom holland marries zendaya in a private wedding ceremony
Tom Holland Marries Zendaya In A Private Wedding Ceremony
Sasha Mednikova - 16 Jun 2026
Browse: