Home Page »  N »  Nathi
   

Imizamo Yam Lyrics


Nathi Imizamo Yam

[Verse 1]
Oh nkosi yam ubundithanda
Ekulahlekeni kwam
Oh nkosi yam waman' ulanda
Futhi emkhondeni wam
Ilizwi lakho nkosi yam
Lindikhanyisele nam
Nomoya wakho nkosi yam
Usisonwabiso sam

[Chorus]
Ndingavuya nkosi
Xa unoybon' imizamo yam
Ndingavuya nkosi
Ndingavuya nkosi yam

[Verse 2]
Noba mafu angasith' ilanga
Ukhona awundishiyanga
Uhamba nami lonk' ilanga
Njengosana likunina
Nob' umthyol' ezondilinga
Izilingo zingaphezi
Uhlale nam, ndiban' ndizifihla
Ethunzini leempiko zakho
[Chorus]
Ndingavuya nkosi
Xa unoybon' imizamo yam
Ndingavuya nkosi
Ndingavuya nkosi yam
Ndingavuya nkosi
Xa unoybon' imizamo yam
Ndingavuya nkosi
Ndingavuya nkosi yam


keith urban and nicole kidman call it quits after 19 years
Keith Urban And Nicole Kidman Call It Quits After 19 Years
Faith Thompson - 29 Sep 2025
jon bon jovi’s grandpa glow: rock star dives into family life with millie and jake
Jon Bon Jovi’s Grandpa Glow: Rock Star Dives Into Family Life With Millie And Jake
Evren E. - 23 Sep 2025
morgan wallen’s heartfelt night in canada: a song for erika kirk
Morgan Wallen’s Heartfelt Night In Canada: A Song For Erika Kirk
Sasha Mednikova - 14 Sep 2025
hilary duff’s big comeback: new tunes and a raw docuseries
Hilary Duff’s Big Comeback: New Tunes And A Raw Docuseries
Evren E. - 09 Sep 2025
sabrina carpenter drops a heart-tugging surprise for her fans
Sabrina Carpenter Drops A Heart-tugging Surprise For Her Fans
Sasha Mednikova - 04 Sep 2025
Browse: